Exquisitely Designed Home on the Mountain in Constantia

4.93

Indlu ekumhlaba osikelwe izindlu yonke sinombuki zindwendwe onguRob

Iindwendwe eziyi-8, Amagumbi okulala ayi-4, Iibhedi eziyi-5, Amagumbi okuhlambela ayi-4
Ukucoca Okuphuculiweyo
Lo mbuki zindwendwe uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo enamanyathelo ayi-5 yakwa-Airbnb.
Bask in the sun under the mature palms by the gorgeous private pool. This meticulously designed mountainside home offers a fully loaded kitchen, barbecue, and stunning indoor and outdoor space. Top quality fixtures and furnishings add to the luxury.

Khetha usuku lokufika

Faka imihla yakho yohambo ukuze ufumane ixabiso elithe ngqo
Ukubhalisa xa ufika
Faka usuku
Ixesha lokuphuma
Faka usuku

Yonke indawo ye-Airbnb Plus ihlolwa ngokoqobo ukuba isemgangathweni na

  • Zihlala zikhona zonke izinto ezidingekayo
    Qiniseka ukuba unezinto ezinokusetyenziswa eziqinisekisiweyo njenge-wifi ekhawulezayo kunye namakhitshi alungele ukupheka.
  • Iinkcukacha ezikhethekileyo
    Ndawo nganye ilungiswe kakuhle yaza yahonjiswa ngendlela engasoze ilibaleke.
  • Ukwamkela iindwendwe ngendlela ekhethekileyo
    Lindela ukungena lula, iimpendulo ezikhawulezayo ezivela kumbuki zindwendwe, nokunye.

Izinto onokuzisebenzisa

Yonke imihla

Zibhalisele ukungena ngokwakho
Indawo yokupaka ngaphakathi esimahala
Ichibi
Ikhitshi elipheleleyo
Umatshini wokuhlamba impahla
Isixhobo sokomisa
Umatshini wokuhlamba izitya
I-Wifi
I-TV
Izinto ezifuneka kwigumbi lokuhlambela
Izinto ezenza igumbi lokulala lihlalise kamnandi
Isixhobo sokwenza ikofu

Ilungele iintsapho

Ibhedi/ikhothi yomntwana esongwayo xa useluhambeni
Isitulo esiphakamileyo
Ibhafu
Ngasemva eyadini
Izitya zabantwana zedinala
Ibhedi yomntwana

Ukufikeleleka

Indlela ekhanyayo yokungena
Umnyango obanzi wokungena weendwendwe

4.93 out of 5 stars from 54 reviews

Indawo

EKapa, Western Cape, eMzantsi Afrika

The home is nestled high on a hill in Constantia, a leafy, safe, and prestigious area with some of SA's highest-rated wine farms and restaurants just minutes away. A full-time manager resides in private quarters on-site and looks after the property.

Umgama ukusuka eCape Town International Airport

imizuzu eyi-25 ngemoto xa indlela ingaxakekanga

Umbuki zindwendwe ngu- Rob

  1. Ujoyine nge- 2013 Disemba
  • Izimvo eziyi-64
Passionate host and traveller, I have made extensive use of Airbnb from both sides.

Ababuki zindwendwe abancedisayo

  • Heino

Ngexesha lokuhlala kwakho

Umbuki zindwendwe wakho uza kuba kwindawo ofikele kuyo kwaye uza kufumaneka xa kukho nantoni na oyifunayo ngoxa uhleli khona.
  • Iilwimi: Nederlands, English
  • Izinga lokuphendula: 100%
  • Ixesha lokuphendula: ingekapheli iyure

Izinto ofanele uzazi

Imithetho yekhaya

Ixesha lokubhalisa xa ufika: 14:00 - 23:00
Ixesha lokuphuma lingo:11:00
Ukuzibhalisa xa ufika ibhokisi enesitshixo
Akutshaywa
Azivumelekanga izilwanyana zasekhaya
Ayivumelekanga imisitho okanye amatheko

Ezempilo nokhuseleko

Uzibophelele kwinkqubo yokucoca ephuculiweyo yakwa-Airbnb. Funda okungakumbi
Kusebenza izikhokelo zika-Airbnb zokungasondeli ebantwini nezinye ezinento yokwenza neCOVID-19
Ialam yecarbon monoxide
Ialam yomsi
Idiphozithi Yokhuseleko - ukuba wenza umonakalo kwikhaya, usenokubhataliswa ukuya kutsho kwi-$1337

Imithetho engokurhoxa