Dlulela kumxholo
izinto onokuzonwabela eziyi- 17

Izinto onokuzonwabela e-Lake Tahoe

Izinto ezinokonwatyelwa omele uye ubuqu kuzo zisamisiwe kwezinye iingingqi ngenxa yeCOVID-19

Ukuze intsapho yethu ibe sempilweni ize ikhuseleke, Izinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb ekumele uye ubuqu kuzo zisamisiwe kwiindawo ezininzi ukuya kutsho nge-2020 Juni 14. Yiya Kwiziko Loncedo ukuze ufumane inkcazelo yakutshanje ngaphambi kokuba ubhukishe.

Ukwazisa Ngezinto Ezinokonwatyelwa Kwi-intanethi

Izinto ezikhethekileyo esinokuzenza kunye, sikhokelwa ngababuki zindwendwe abasemhlabeni wonke.

Zonke izinto onokuzonwabela

Izinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb ziqinisekisiwe umgangatho wazo

Izinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb ziqinisekisiwe umgangatho wazo

Izinto Ezinokonwatyelwa zakwa-Airbnb ziqinisekisiwe umgangatho wazo

  • Fumana iincutshe zasekuhlaleni

    Yenziwa ngabantu basekuhlaleni abayithandayo indawo yabo kunye nento abayenzayo.

  • Amaqela amancinci

    Ngokuba namaqela amancinci asondeleleneyo, soze ulahleke ngokuba phakathi kwabantu abaninzi.

  • Imigangatho ephezulu

    Nto nganye enokonwatyelwa iyahlolwa ukuze kubonwe ukukhetheka kwayo.