Ukupheka

Kwizinto Onokuzonwabela Kwi-Airbnb
Bonisa izinto onokuzonwabela

Imfihlelo yenkcubeko yasekuhlaleni

Pheka uze utye kunye nabantu basekuhlaleni abakuphatha njengelungu lentsapho. Sonke isidlo sinembali yaso, nokuba wenza isidlo se-ravioli kunye nomakhulu waseItali okanye wenza ese-mole ngendlela ye-Aztec yakudala. Zonke izinto ezinokonwatyelwa eziquka ukupheka zisemgangathweni, ngoko unokufunda iindlela zokupheka ezichanileyo uze ufunde lukhulu ngenkcubeko yamanye amazwe.

Izinto ezinokonwatyelwa eziboniswayo

Bhukisha izinto ezenziwa ngababuki zindwendwe basekuhlaleni kuhambo lwakho olulandelayo
Mexico
Churros masterclass kunye nompheki
Ukususela kwi-Ixabiso:$23 umntu
AYIFUMANEKI
Japan
Ukwenza iinoodle zeSoba kwikhaya lesintu
Ukususela kwi-Ixabiso:$47 umntu
Japan
Umsitho onemibala yesushi kunye neTea
Ukususela kwi-Ixabiso:$61 umntu

Ukuzonwabisa ngokupheka kwiindawo ezikufutshane

Arlington
Izinto ezisisiseko zeMacarons zaseFransi
Ukususela kwi-Ixabiso:$119 umntu
Arlington
Amadombolo aseAsia
Ukususela kwi-Ixabiso:$114 umntu
Arlington
Intetho yokutya, iDemo yokupheka kunye nokungcamla
Ukususela kwi-Ixabiso:$90 umntu
Arlington
Ukugqwesa iiCroissants zaseFransi kunye neBrioche
Ukususela kwi-Ixabiso:$119 umntu
Arlington
Easy PuertoRican Cuisine
Ukususela kwi-Ixabiso langaphambili:$70Ixabiso elinesaphulelo:$56 umntu
Arlington
Funda ukwenza iChampagne Blush cake
Ukususela kwi-Ixabiso:$136 umntu
Arlington
Ubugcisa beeDesserts zaseFransi
Ukususela kwi-Ixabiso:$119 umntu
Arlington
IiClassical Dessert zaseFransi
Ukususela kwi-Ixabiso:$140 umntu
Arlington
I-Boozy Baking ikhethekileyo
Ukususela kwi-Ixabiso:$129 umntu
Arlington
Izinto Ezimbalwa Ezikhutshiweyo
Ukususela kwi-Ixabiso:$149 umntu