Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSete Lagoas

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Iflethi e-Sete Lagoas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo kufutshane neIveco ne-Ambev
10 Jun – 8 Jul
Yi$350 ngenyanga
Iflethi e-Sete Lagoas
Iflethi entle enendawo yokoja.
6 Epr – 4 Mey
Yi$491 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Bairro Vale das Palmeiras
Solar Mariinha
12 Mey – 9 Jun
Yi$472 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Boa Vista
I-Sunlight Boa Vista II.
17 Mey – 14 Jun
Yi$446 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSete Lagoas

Shopping Sete Lagoasbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lagoa Paulinobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Serra de Santa Helenabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.