Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eShelbyville

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ifama e-Shelbyville
Cozy Apartment at Red Gate Farm
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 499 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Shelbyville
Hardesty Cottage (Hosted By One Goat Farm)
4 Nov – 2 Dis
Yi$2 088 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Shelbyville
Downtown Main Street One-Bedroom Suite w/ Hi-Speed Wifi
10 Mat – 7 Epr
Yi$2 613 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Shelbyville
Kentucky bourbon, horses, cozy condo
26 Dis – 23 Jan
Yi$2 456 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseShelbyville

Walmart Supercenterbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Claudia Sanders Dinner Housebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cracker Barrel Old Country Storebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Milano Italian Restaurantbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kroger Marketplacebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Cocina de Mamabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.