Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSinseonbong

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-townhouse e-Nohak-dong, Sokcho-si
Heidi Happy House ~ The best umbono Ulsan Rock. Ibhari yegadi yomntu ngamnye iyafumaneka, ukuphilisa umzimba kunye nengqondo, ihotele ephezulu yebhedi
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 481 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Geojin-eup, Goseong-gun
Molweni 1935
2–30 Nov
Yi$4 498 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sokcho-si
"Indlu ye-J" Lake View/Jungang Market, Maebae 5 minutes walk/Sokcho Central District/Sky Sea Resort No. 412
2–30 Jan
Yi$775 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-조양동
속초의 랜드마크 속초아이 도보 1분컷!
Yi$986 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.