Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSitulpawwa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Hambegamuwa
Banyan Camp- Wine Lodge
27 Mey – 24 Jun
Yi$2 292 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Mahasenpura
Indlu enendawo yokuphola ephambi kwechibi enendawo yokuphola ekufuphi neYala
8 Nov – 6 Dis
Yi$4 646 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Kirinda
I-Casa Wilderness Yala - Private 2BR Safari Lodge
15 Jun – 13 Jul
Yi$4 239 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Tissamaharama
Indlu enendawo yokuphola enamagumbi okulala ayi-2 ecaleni kweYala Nation Park
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 602 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.