Iindawo Zokurenta Inyanga eBluff Point

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Penn Yan
I-Keuka Lake Hilltop Cottage
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 904 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Penn Yan
Ukujonga i-Keuka entle: Ukuphuma kwelanga ukuya kutsho ekutshoneni kwelanga!
30 Sep – 28 Okt
Yi$2 473 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Penn Yan
Indawo enechibi eliphithizelayo
22 Sep – 20 Okt
Yi$2 431 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-440
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Penn Yan
I-Guyanoga Getaway ~ Isetingi Epholileyo
17 Dis – 14 Jan
Yi$4 022 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.