Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eİstanbul

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EIstanbul
Diamond, İstanbul, Pera, Long Term Rental
8 Mat – 5 Epr
Yi$1 226 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Esenyurt
1+1 Güvenlikli, Spor Salonu ve Havuzlu Lüks Daire
2–30 Jul
Yi$403 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Istanbul
Apartment in Kadıköy Moda
Yi$1 004 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Istanbul
A Spacious Home with a View in the Center of İst.
7 Dis – 4 Jan
Yi$886 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseİstanbul

Mall of Istanbulbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mosque e-Bhulwanabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kadıköybayi 505 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Venezia Mega Outletbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Metropol Istanbulbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marmara Parkbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.