Iindawo Zokurenta Inyanga eDalatangi

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Seyðisfjörður
Sæberg, intuthuzelo kwi-fjord
18 Nov – 16 Dis
Yi$6 684 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-326
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Egilsstaðir
I-Downtown Egilssta Imperir Appartment 1
4 Nov – 2 Dis
Yi$2 000 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-464
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Seyðisfjörður
Ifoto indlu indawo ekhethekileyo kunye nokujonga i-lagoon
15 Feb – 15 Mat
Yi$5 144 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Egilsstaðir
I-Smábót 2 — indlu esemaphandleni engasemlanjeni
24 Jan – 21 Feb
Yi$3 905 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.