Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo. Veza ulwimi lokuqala

Inethiwekhi yababuki zindwendwe abancedisayo Grand Prairie

Inethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo yenza kube lula ukuqesha umbuki zindwendwe oncedisayo wasekuhlaleni onamava ukuze ahoye indawo neendwendwe zakho.

Ababuki zindwendwe abancedisayo banganceda ngento enye okanye ngayo yonke into

Ukwenza indlu

Ukubeka amaxabiso neentsuku ofumaneka ngazo

Ukulawula izicelo zokubhukisha

Ukuthumela imiyalezo kundwendwe

Ukuncedwa ngeendwendwe ukwindawo

Ukucoca nokulungisa izinto

Ukufota indlu

Ukuhombisa ngaphakathi

Iilayisensi neemvume zokubuka iindwendwe

Ezinye iinkonzo

Ababuki zindwendwe abancedisayo basekuhlaleni ngabona bafanelekileyo

Ababuki zindwendwe abancedisayo kwingingqi yakho bangakunceda uthobele imithetho yasekuhlaleni uze wenze indawo yakho ibe phambili.

Karen

E-Bedford, ETexas

Njengababuki zindwendwe abanamava bakwa-Airbnb nabatyali mali bezindlu, sinezindlu zethu size sincede abanye. Unobuchule bokuyila, ukuseta nokulawula ukuqeshisa ngendawo ixesha elifutshane.

4.98
umlinganiselo wondwendwe
3
iminyaka ebuka iindwendwe

Cassi

Grand Prairie, ETexas

Umncedisi ekwamkeleni iindwendwe ozinikeleyo ekuqinisekiseni ukuba iindawo zokuhlala zilula zihoya iinkcukacha. Ukuzibophelela ekuthi zava nokwamkela iindwendwe, nto leyo eyenza undwendwe ngalunye luzive lusekhaya!

4.91
umlinganiselo wondwendwe
6
iminyaka ebuka iindwendwe

Nancy

Keller, ETexas

Ndiyazingca ngokubuka iindwendwe ngendlela esemagqabini nokuqinisekisa ukuba zonke iindwendwe zam ziza kuhlala kamnandi.

4.94
umlinganiselo wondwendwe
2
iminyaka ebuka iindwendwe

Kulula ukuqalisa

  1. 01

    Faka indawo ekuyo indawo yakho

    Jonga ababuki zindwendwe abancedisayo abafumaneka eGrand Prairie, neeprofayile zabo, nemilinganiselo yeendwendwe.
  2. 02

    Yazi abanye ababuki zindwendwe abancedisayo

    Thumela umyalezo kubabuki zindwendwe abancedisayo abaninzi kangangoko ufuna, ibe xa sele ukulungele, mema omnye wabo ukuba abe ngumbuki zindwendwe wakho oncedisayo.
  3. 03

    Sebenzisana ngokulula

    Thumela umyalezo ngqo kumbuki zindwendwe wakho oncedisayo, mnike imvume yokungena kwikhalenda yakho, nokungakumbi.

Imibuzo edla ngokubuzwa

Fumana ababuki zindwendwe abancedisayo kwiindawo zakho