Enye inkcazelo iguqulelwe ngokuzenzekelayo. Veza ulwimi lokuqala

Inethiwekhi yababuki zindwendwe abancedisayo Jersey City

Inethiwekhi Yababuki Zindwendwe Abancedisayo yenza kube lula ukuqesha umbuki zindwendwe oncedisayo wasekuhlaleni onamava ukuze ahoye indawo neendwendwe zakho.

Ababuki zindwendwe abancedisayo banganceda ngento enye okanye ngayo yonke into

Ukwenza indlu

Ukubeka amaxabiso neentsuku ofumaneka ngazo

Ukulawula izicelo zokubhukisha

Ukuthumela imiyalezo kundwendwe

Ukuncedwa ngeendwendwe ukwindawo

Ukucoca nokulungisa izinto

Ukufota indlu

Ukuhombisa ngaphakathi

Iilayisensi neemvume zokubuka iindwendwe

Ezinye iinkonzo

Ababuki zindwendwe abancedisayo basekuhlaleni ngabona bafanelekileyo

Ababuki zindwendwe abancedisayo kwingingqi yakho bangakunceda uthobele imithetho yasekuhlaleni uze wenze indawo yakho ibe phambili.

Troy

Jersey City, E-New Jersey

Ndiye ndamkela iindwendwe eJournal Square ukususela ngo-2018 ibe bendisoloko ndinomlinganiselo ophezulu wokubhukisha ukususela ngoko. Ndingathanda ukuchazela abanye ababuki zindwendwe ngamava am.

4.97
umlinganiselo wondwendwe
5
iminyaka ebuka iindwendwe

Jasen

Jersey City, E-New Jersey

Ndisebenza ngokukhethekileyo ekwenzeni izindlu zika-Airbnb zibe neefoto ezintle nokubalisa amabali, ndigxininisa ekuhombiseni nasekunxibelelaneni neemvakalelo.

5.0
umlinganiselo wondwendwe
5
iminyaka ebuka iindwendwe

Bobby

Jersey City, E-New Jersey

NjengeSuperhost enamava eminyaka eyi-10nangaphezulu, ndiza kuyiphucula indlu yakho, ndenze ingeniso ibe ndiza kwenza iindwendwe zihlale kamnandi ezineenkwenkwezi eziyi-5.

4.92
umlinganiselo wondwendwe
10
iminyaka ebuka iindwendwe

Kulula ukuqalisa

  1. 01

    Faka indawo ekuyo indawo yakho

    Jonga ababuki zindwendwe abancedisayo abafumaneka eJersey City, neeprofayile zabo, nemilinganiselo yeendwendwe.
  2. 02

    Yazi abanye ababuki zindwendwe abancedisayo

    Thumela umyalezo kubabuki zindwendwe abancedisayo abaninzi kangangoko ufuna, ibe xa sele ukulungele, mema omnye wabo ukuba abe ngumbuki zindwendwe wakho oncedisayo.
  3. 03

    Sebenzisana ngokulula

    Thumela umyalezo ngqo kumbuki zindwendwe wakho oncedisayo, mnike imvume yokungena kwikhalenda yakho, nokungakumbi.

Imibuzo edla ngokubuzwa

Fumana ababuki zindwendwe abancedisayo kwiindawo zakho