Iindawo Zokurenta Inyanga eAarhus

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aarhus
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseDen
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 841 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aarhus
Igadi encinci entle
24 Okt – 23 Nov
Yi$1 351 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Brabrand
Lakeview retreat close to city center
19 Sep – 17 Okt
Yi$1 569 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Aarhus
Comfy apartment in city centre
27 Mey – 24 Jun
Yi$1 735 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAarhus

Den Gamle Bybayi 446 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Musikhuset Aarhusbayi 115 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bruuns Galleribayi 205 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dyrehavenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ARoS Aarhus Art Museumbayi 658 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Den Gamle By. Istadion yesithathu Cereskrydset (Aarhus)bayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.