Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAdelaide

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Blackwood
Vuka uye kwiintakaong kwi-Rustic Gumtree Cottage!
3 Sep – 1 Okt
Yi€ 946 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-North Adelaide
Isitudiyo kufutshane ne-Adelaide Oval & Uni kunye neBhasi yasimahla ye- CBD
19 Jul – 16 Aga
Yi€ 1 628 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Magill
Isitudiyo segadi esithandekayo emazantsi eentaba
23 Mey – 20 Jun
Yi€ 1 552 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Eastwood
I-Gilly 's Shed
20 Dis – 17 Jan
Yi€ 1 384 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAdelaide

Rundle Mallbayi 308 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adelaide Ovalbayi 262 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adelaide Central Marketbayi 350 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isityalo seBotanic seAdelaidebayi 232 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Adelaide Zoobayi 259 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hilton Adelaidebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.