Iindawo Zokurenta Inyanga eAlexandria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Alexandria
⭐️ ⭐️ Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle ⭐️ ⭐️
19 Epr – 17 Mey
Yi$435 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-90
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sidi Beshr Bahri
I-Luxury exhotyiswe ngokupheleleyo Apt indawo entle, louran
3–31 Aga
Yi$931 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sidi Beshr Bahri
Beachside Bliss: Just Steps from the Shore
31 Mat – 28 Epr
Yi$625 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-As Soyouf Bahri
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekuthiwa yi
21 Mat – 18 Epr
Yi$461 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAlexandria

I-Citadel ye-Qaitbaybayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace yeMontazabayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Green Plaza Mallbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bibliotheca Alexandrinabayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sidi Gaber Railway Stationbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Stefano Cinemabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.