Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAlmería

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Almería
I-Garden Loft - Ilungele Izibini - 600m ukuya eLwandle
20 Dis – 17 Jan
Yi$1 747 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Almería
I-CONDO ENGASELWANDLE
18 Okt – 15 Nov
Yi$2 296 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-329
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mojácar
Umgangatho we-Olivia: ulwandle nolwandle olungalibalekiyo
31 Jan – 28 Feb
Yi$977 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Almería
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo eyi-50m ukusuka elun
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 392 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAlmería

Alcazababayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Mediterraneobayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Torrecardenasbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cathedral ye-Almeriabayi 65 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carrefour Almeriabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yamantombazanabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.