Iindawo Zokurenta Inyanga eAmble

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amble
I-Amble Flat With A View - Isiseko Sedolophu Efanelekileyo
13 Sep – 11 Okt
Yi$2 147 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Amble
Ikhaya le-Luxury Costal Holiday
2 Feb – 2 Mat
Yi$3 421 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Amble
I-BelleRose Cottage Harbour-Setting Imibono emangalisayo
9 Aga – 6 Sep
Yi$5 453 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Amble
Ulwandle iWillow, Iflethi eseAmble, eNorthumberland
26 Okt – 23 Nov
Yi$2 786 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmble

Amble Harbour Villagebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Old Boathousebayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Fish Shackbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harbour Fish Barbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Amble Innbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wellwood Armsbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.