Iindawo Zokurenta Inyanga eAmer

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Cellera de Ter
Iflethi okanye indlu ekwicomplex "Colldegria"
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 262 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
ISuperhost
I-townhouse e-Les Planes d'Hostoles
Iflethi okanye indlu ekwicomplex e
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 989 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
ISuperhost
Inqugwala e-Sant Martí de Llémena
I-Casa de Madera ehlathini. Ulala 6
14 Sep – 12 Okt
Yi$2 796 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Santa Maria de Corcó
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekhanyayo eL 'Esquirol
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 152 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Catalonia
  4. Girona Region
  5. Amer
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga