Iindawo Zokurenta Inyanga eAmerican Canyon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Vallejo
Indlu Ekwindlwana Yewayini Elinobuhlobo
26 Nov – 24 Dis
Yi$2 671 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Fairfield
Charming studio, 20 mm from Napa wineries & 5 AFB!
30 Mat – 27 Epr
Yi$2 206 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Vallejo
I-King 's Estates Cozy Property #2 * Indlu Yonke *
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 135 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Napa
Light and Bright Studio in a Great Location!
12 Aga – 13 Sep
Yi$1 961 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmerican Canyon

Safewaybayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eagle Vines Golf Clubbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
DoubleTree by Hilton Hotel & Spa Napa Valley - American Canyonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chardonnay Golf Clubbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Stradabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tacos Michoacanbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.