Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAmesti

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Watsonville
Indlu encinci etofotofo kwilizwe lewayini yaseAptos iintsuku eziyi-30
5 Sep – 5 Okt
Yi$2 877 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Watsonville
*Tanoak Casita* Tree House with Private Hot Tub
1–29 Sep
Yi$6 008 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santa Cruz
The Roost - Garden Guest House 30 Day minimum
17 Okt – 14 Nov
Yi$2 971 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-80
ISuperhost
Indlu engasemva e-Watsonville
I-Seaascape Studio ekufutshane nedolophu yaseWatssonville.
24 Jan – 21 Feb
Yi$2 346 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmesti

Pinto Lake City Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Corralitos Brewing Companybayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Four Corners Marketbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.