Iindawo Zokurenta Inyanga eAmis

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Rogersville
Indlu Yamaplanga Epholileyo Kwifama Esebenzayo eMntla-mpuma TN
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 975 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rogersville
Indawo Yokuphumla Enoxolo
27 Aga – 24 Sep
Yi$1 810 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Rogersville
Indlu Esemaphandleni Yakudala
5 Mat – 2 Epr
Yi$2 564 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Church Hill
Discounted Cozy Country Cabin!
28 Mat – 25 Epr
Yi$2 346 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.