Iindawo Zokurenta Inyanga eAmora

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seixal
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle (+indawo yokupaka ne-wifi)
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 717 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seixal
I-Casa do Rio - Riverside House
5 Nov – 3 Dis
Yi$1 794 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Verdizela
I-Villa Verdizela, iGolf & Beach, iVilla yeentsuku eziyi-4
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 903 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-66
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Seixal
I-Seixal Bay House!!
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 231 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmora

I-RioSul Shopping Mallbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Baia Do Seixalbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Park ye-Quinta da Marialvabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mundet Factorybayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Praia Do Seixalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
E.Leclercbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.