Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAmper

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eching
igumbi elihle elinefriji, igumbi lokuhlambela,ibhalkhoni ne-Wi-Fi.
28 Jun – 26 Jul
Yi$1 037 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jetzendorf
ngaphandle kweMasipala, yimizuzu eyi-25 kuphela ngololiwe
18 Mat – 15 Epr
Yi$1 431 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Haimhausen
Indlu ye-2 (ukuya kutsho kwi-4) enegadi eHaimhausen
9 Nov – 7 Dis
Yi$1 716 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Munich
Igumbi elincinci lale mihla -central kwi-Isar/U-Bahn [umzila ongaphantsi komhlaba]
9 Epr – 7 Mey
Yi$1 154 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Upper Bavaria
  5. Amper
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga