Iindawo Zokurenta Inyanga eAmposta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Lligallo del Gànguil
Iiflethi Iaio Kiko. Ifulethi 1
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 738 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bítem
I-Eco-house, ibekwe kwiminquma enoxolo.
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 873 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Amposta
Indlu yamaplanga yaseMeditera, iDelta, amalangatye namanxweme.
8 Nov – 6 Dis
Yi$1 774 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Bítem
Indawo Epholileyo, eCactus Lodge.
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 042 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmposta

Pont Penjant d'Ampostabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercat municipal d'Ampostabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
EROSKI AMPOSTAbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Llarbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant La Gramolabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La botiga del riubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.