Iindawo Zokurenta Inyanga eAmsterdam Nieuw-West

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-EAmsterdam
Indawo ephezulu, indlu engasemva ethe cwaka, 2p
24 Feb – 24 Mat
Yi$2 667 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EAmsterdam
ISITUDIYO SE-CANAL OASIS/ I-VONDELPARK/IIBHAYISEKILE EZIYI-2 ZASIMAHLA
10 Nov – 8 Dis
Yi$3 585 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-539
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lijnden
I-H1, i-Luxury Guesthouse yabucala, indawo yokupaka yasimahla
31 Okt – 28 Nov
Yi$2 607 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Badhoevedorp
Indlu encinci yabucala/istudiyo kufutshane nesikhululo seenqwelo-moya neAmsterdam
22 Mey – 19 Jun
Yi$2 666 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-407

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAmsterdam Nieuw-West

Sloterplasbayi 109 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Optisport Sloterparkbadbayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
RADION Amsterdambayi 98 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amsterdam Lelylaan Stationbayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AH Sierpleinbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Du Marocbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.