Iindawo Zokurenta Inyanga eAnatone

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Anatone
Indlu Yamaplanga Epholileyo Ehlathini, e-Natone, e-WA
10 Aga – 7 Sep
Yi$1 692 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Clarkston
Chrum chrum
7 Jun – 5 Jul
Yi$2 524 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Clarkston
Ukubuka umlambo neendawo ezivulekileyo. Iflethi ethe cwaka neyabucala
12 Jul – 9 Aga
Yi$1 706 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-538
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lewiston
I-Lewiston Sauna Suite kufuphi neSikhululo seenqwelo-moya
8 Feb – 8 Mat
Yi$1 232 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-221

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.