Iindawo Zokurenta Inyanga eAnchorage

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Anchorage
Private Guest suite near downtown. Car available*
29 Mat – 26 Epr
Yi$1 778 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Anchorage
I-Flprice} p Mtn Flat
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 027 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Downtown Anchorage
Indlu Esemaphandleni Yasedolophini: Yila + Idolophu + Phumla
30 Dis – 27 Jan
Yi$2 447 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Anchorage
Private unit, 7 min from airport, in floor heating
5 Dis – 2 Jan
Yi$1 395 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-218

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAnchorage

Ted Stevens Anchorage International Airportbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Anchorage 5th Avenue Mallbayi 91 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alaska Wildlife Conservation Centerbayi 185 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chugach State Parkbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kincaid Parkbayi 197 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alaska Regional Hospitalbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.