Iindawo Zokurenta Inyanga eAndhra Pradesh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Nandi Hills
I-Tansi Pool Villa eNandi Hills
26 Jul – 23 Aga
Yi$2 485 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Nandi Hills
Indlu Esemaphandleni Enkulu - Indlu Enendawo Yokuqubha Yabucala eNandi Hills
19 Mat – 16 Epr
Yi$4 239 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Kanakamamidi
I-Mangowoods Celebrity - Indlwana enePuli yabucala
14 Mat – 11 Epr
Yi$3 303 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Nandi Hills
Indlu Yamaplanga Entle Enemvelo @ Nandi Hills
17 Epr – 15 Mey
Yi$1 942 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.