Iindawo Zokurenta Inyanga eAntananarivo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Antananarivo
Studio meublé (L) au centre d'Antananarivo
28 Mat – 25 Epr
Yi$595 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
ISuperhost
Indlu e-Talatamaty
Ikhaya lale mihla elineJacuzzi
13 Aga – 10 Sep
Yi$1 045 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Antananarivo
Iflethi entle yeAmbatobe enendawo yokupaka ekhuselekileyo
7 Mey – 4 Jun
Yi$1 483 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-38
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Antananarivo Atsimondrano
I-studio esihle se-attic kunye nethala
15 Okt – 12 Nov
Yi$644 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-66

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAntananarivo

Sakamanga Hôtelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Buffet du Jardinbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tsimbazaza Zoobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel Colbert - SPA & Casinobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jumbo Score Ankorondranobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Varanguebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.