Iindawo Zokurenta Inyanga eApia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Apia
Palm Studio, Vaitele | Free-Wifi, Modern, Netflix
21 Aga – 18 Sep
Yi$1 554 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Apia
Sun Studio-3, Vailima | Free-WiFi,Netflix,Quiet,AC
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 192 ngenyanga
ISuperhost
Indlu encinci e-Apia
I-Tiapapata Art Centre Indlu Encinci
19 Jan – 16 Feb
Yi$991 ngenyanga
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Tuamasaga
Indawo kaTilly
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 042 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseApia

Taumeasina Island Resortbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sheraton Samoa Aggie Grey's Hotel & Bungalowsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Palolo Deep Marine Reservebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paddles Restaurantbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Giordano's Pizzeriabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amanaki Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Samoa
  3. Upolu
  4. Apia
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga