Iindawo Zokurenta Inyanga eArarat Rural City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Moyston
I-Jeraboam Eco Lodge
20 Feb – 20 Mat
Yi$2 175 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Ararat
Iilinki Zokuphumla- Indlu Yeendwendwe
17 Jun – 15 Jul
Yi$2 697 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Willaura
Indlu esemaphandleni entle esemaphandleni
17 Jul – 14 Aga
Yi$2 470 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Great Western
I-Kiki 's Farmhouse, i-Great Western & Grampians Region
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 934 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-582

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.