Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eÅre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Åre SV
Indlu esemaphandleni eyi-25 sqm esembindini welali yase-Are. Kuquka ilinen
6 Aga – 3 Sep
Yi$2 031 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Åre SV
Iflethi kwi-villa. Ifumaneka embindini wedolophana yase-Are! Kuquka ilinen
14 Aga – 11 Sep
Yi$2 036 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Åre SV
Indlu encinci kwiziko le-Åre incl. ilinen & ukucoca
3–31 Jul
Yi$2 035 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Åre SV
Iflethi esembindini Åre enebhalkhoni evulekileyo
13 Jun – 11 Jul
Yi$4 709 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseÅre

SkiStar Årebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotell Fjällgården Årebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Holiday Club Sweden ABbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ICA Supermarket Årebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurang Broken, Årebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Åre Torgbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.