Iindawo Zokurenta Inyanga eArequipa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arequipa
River View Penthouse
24 Epr – 22 Mey
Yi$847 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arequipa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enebhedi
29 Okt – 26 Nov
Yi$491 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arequipa
StudioTwo Rooms By Villa Melgar
14 Sep – 12 Okt
Yi$368 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arequipa
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle e Yanahuara, eArequipa
19 Mey – 16 Jun
Yi$595 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseArequipa

Plaza de Armas Arequipabayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iplaza ye-Yanahuarabayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Real Plaza Arequipabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Plazabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yanahuara Scenic Overlookbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Grau Bridgebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.