Iindawo Zokurenta Inyanga eArica

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arica
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala elinye embindini wedolophu yaseArica
1–29 Mey
Yi$555 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arica
La mejor ubicación de Arica
18 Jul – 15 Aga
Yi$673 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arica
Iflethi Frente Playa Laucho/Piscina, 1D/1B+Indawo yokupaka
23 Mat – 20 Epr
Yi$1 202 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-55
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arica
Ukutshona kwelanga ukusuka kwithala leflethi yokuqala elunxwemeni
17 Jul – 14 Aga
Yi$1 730 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseArica

Morro de Aricabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Plaza Aricabayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa Chinchorrobayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino Aricabayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Terminal AGRObayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinemark Mallplaza Aricabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.