Iindawo Zokurenta Inyanga eArusha

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Arusha
Fumana kufuphi nendalo - Bushbaby Cottage
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 991 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Intente e-Olasiti
I-Acacia GROVE | I-The Right Inn-Tent
30 Dis – 27 Jan
Yi$2 749 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arusha
Indlu yaseGadini Ephakathi eAmerika
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 562 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arusha
Spacious 2BR by Northern Residence
10 Jul – 7 Aga
Yi$948 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseArusha

I-Arusha Clock Towerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Njiro Complexbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gran Melia Arushabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Cultural Heritage Centrebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Africafebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AIM Mallbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.