Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAspen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Aspen
I-Creekside Suite entliziyweni ye-Aspen #2
24 Epr – 22 Mey
Yi$3 833 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Snowmass Village
I-Luxury Eqaqambileyo, Amanyathelo nje ukusuka e-Lreon & Village!
12 Epr – 10 Mey
Yi$5 461 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Aspen
Istudiyo Esibekwe kakuhle eAspen Core
25 Epr – 23 Mey
Yi$5 359 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Aspen
Hamba uye kwinto yonke! Isitudiyo esinezinto zonke phakathi edolophini
14 Epr – 12 Mey
Yi$8 280 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAspen

The Little Nellbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The St. Regis Aspen Resortbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-John Denver Sanctuarybayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aspen/Pitkin County Airportbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silver Queen Gondolabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mi Cholabayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.