Iindawo Zokurenta Inyanga eAthies-sous-Laon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Laon
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yi-studio "Iofisi"
15 Jun – 13 Jul
Yi$1 702 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-264
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laon
Iphindwe kabini ye-90 m² kwisixeko sakudala
31 Jul – 28 Aga
Yi$1 730 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-303
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laon
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eqaqambileyo embindini wesixeko sakudala
17 Nov – 15 Dis
Yi$1 657 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Laon
Indlu encinci Maisonnette ngasezinyaweni zeCathedral
28 Jan – 25 Feb
Yi$1 571 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-297

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.