Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAtokos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kioni
I-FOS - Ifestile eya e-Ionian
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 707 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Argostoli
I-BOUTIQUE STYLE FLAT! + isipho semoto
2–30 Epr
Yi$818 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Nydri
Indawo yokuhlala yesiqhelo kwindawo ethe cwaka
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 368 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Argostoli
iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomple
20 Jan – 17 Feb
Yi$1 284 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Greece
  3. Vathy
  4. Atokos
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga