Iindawo Zokurenta Inyanga eAtsipopoulo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Atsipopoulo
"I-Mouria Garden Apartment"
29 Mey – 26 Jun
Yi$1 353 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Atsipopoulo
I-Guesthouse Arkadi-Spa
7 Jan – 4 Feb
Yi$2 253 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Atsipopoulo
I-Villa Elia enepuli enamanzi ashushu, iziko le-Atsipopoulo
13 Jan – 10 Feb
Yi$14 334 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Atsipopoulo
10- 2BDR Apt-Panoramic Terrace-Amazing Pool-79Mbps
18 Dis – 15 Jan
Yi$2 333 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtsipopoulo

Τα σουβλάκια του Γαγάνηbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
O Manolisbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ξυλόφουρνος Μυστράκηbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Versus Cafebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
7 Daysbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CRM Αριάδνηbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.