Iindawo Zokurenta Inyanga eAubepierre-Ozouer-le-Repos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint-Méry
Isitudiyo esihle entliziyweni yeSeine-et-Marne
12 Jan – 9 Feb
Yi$1 360 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Chevru
I-Gite des marmots
26 Nov – 24 Dis
Yi$959 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-248
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Le Châtelet-en-Brie
Umgangatho wegadi ogcwele ubuhle.
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 373 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Perthes
Isitudiyo esihle kufuphi neParis( 30' )
1–29 Dis
Yi$852 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-252

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.