Iindawo Zokurenta Inyanga eAuchencrow

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Reston
I-Cosy, i-Romantic Bolthole ye-2 - Coveyheugh Lodge
Yi$1 850 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-160
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Duns
Indawo Yokuhlala Yomlimi - Indlu esemaphandleni kunye ne-Woodburner
24 Okt – 21 Nov
Yi$1 813 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Cockburnspath
Indawo yokuphola esemaphandleni iFerneylea Lodge ilala abantu abayi-4
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 603 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Scottish Borders
Indlu Esemaphandleni Enomtsalane Eneendawo Ezintle Onokuzibona
28 Dis – 25 Jan
Yi$2 513 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-628

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.