Iindawo Zokurenta Inyanga eAuchterarder

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Auchterarder
I-Stag
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 163 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Auchterarder
Indlu esemaphandleni entle ePerthshire emangalisayo
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 605 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Braco
I-Kaimes Cottage, isitudiyo seendwendwe esikude
6 Epr – 4 Mey
Yi$1 643 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e- Dunning
I-Luxury Lodge embindini wePerthshire
25 Aga – 22 Sep
Yi$1 897 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAuchterarder

Cafe Kisabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Delivinobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Co-op Food - Auchterarderbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cafe Mimisbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chocolate Galleybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jon & Fernanda's Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.