Iindawo Zokurenta Inyanga eAuckland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Auckland
Indlu yeendwendwe ngokwakho - Igadi yase-Eden
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 326 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ponsonby
I-Parkside Garden Studio
15 Jun – 13 Jul
Yi$1 808 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Meadowbank
Ivulekile, yanamhlanje kwaye ithule i-Remuera suite
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 906 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Royal Oak
Ilizwe lidibana nedolophu kwindawo engaphakathi yesixeko
21 Mey – 18 Jun
Yi$1 371 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAuckland

I-Sky Towerbayi 597 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Izoo yaseAucklandbayi 382 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spark Arenabayi 114 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Sylvia Park Shopping Centrebayi 236 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eden Parkbayi 142 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auckland Domainbayi 250 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.