Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAuckland Park

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Westdene
indlu esemaphandleni entle yegadi
23 Jan – 20 Feb
Yi$388 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Melville
I-Lavender Cottage Melville kufutshane neWits ne-UJ
29 Jun – 27 Jul
Yi$642 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Melville
I-Garden Cottage eRichmond / Melville
7 Jun – 5 Jul
Yi$386 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Johannesburg
Self Catering Penthouse with amazing Views - Sky
17 Jan – 14 Feb
Yi$704 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAuckland Park

Campus Square Parkadebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Campus Squarebayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Country Club Johannesburg, Auckland Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
pizza vino melvillebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pablo Eggs-Go-Barbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roman's Pizza Auckland Parkbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.