Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBaguio

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Baguio
Embindini weBaguio, i-condo ecocekileyo nekhuselekileyo
3–31 Mat
Yi$1 014 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Baguio
Embindini weBaguio, Ithe gabalala Condo w/ Balcony
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 102 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Baguio
Isitudiyo embindini weSixeko
15 Okt – 12 Nov
Yi$1 282 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Baguio
I-condo enomtsalane neLush kunye neendawo EZINTLE kunye neBalcony
29 Aga – 26 Sep
Yi$1 498 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBaguio

Burnham Parkbayi 231 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SM City Baguiobayi 131 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Baguio Night Marketbayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wright Parkbayi 141 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mines View Observation Deckbayi 128 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Manor ku-Camp John Haybayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.