Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBaia Mare

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Baia Mare
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomtsalane
31 Mey – 28 Jun
Yi$801 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Baia Mare
Iflethi okanye indlu ekwicomple
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 110 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Baia Mare
I-Fairytale Villa
2–30 Okt
Yi$2 963 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Baia Mare
Indlu enkulu etofotofo kwigumbi lokuhlambela
7 Mey – 4 Jun
Yi$806 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBaia Mare

VIVO! Baia Marebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centrul vechibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Auchanbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bizobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
City Park "Queen Mary"bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Millennium Squarebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.