Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBaltic Sea

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu encinci e-Rælingen, Norway
Chrum kwik kwik kwik
10 Feb – 10 Mat
Yi$9 849 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Ørsted, Denmark
Ikhaya leholide elingaselwandle elipholileyo - Indawo entle yolwandle
20 Aga – 17 Sep
Yi$9 465 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Gislaved N, Sweden
Indlu esemaphandleni etofotofo enendawo yokubasa efama, kufuphi neIsaberg.
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 841 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Kristianstad V, Sweden
I-Asaretorp
30 Mat – 27 Epr
Yi$2 678 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.