Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBangnim-myeon

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Indlu engasemva e-Bongpyeong-myeon, Pyeongchang-gun
"SOL" - loft / Duplex Double of LIUN CABIN
5 Okt – 2 Nov
Yi$445 ngenyanga
Indlu yamaplanga e-Dunnae-myeon, Hoengseon
미악골 산방 별채 (Log cabin, Quiet small cottage)
2–30 Jan
Yi$933 ngenyanga
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bongpyeong-myeon, Pyeongchang-gun
Indlu enendawo yokuphola eLounces, iyadi yabucala eyi-100 pyeong, indawo entle nebhalm yeenkwenkwezi, iindawo zakutshanje, igumbi lokuhlala elivulekileyo
17 Feb – 16 Mat
Yi$795 ngenyanga
Indlu engasemva e-평창군
산 아래 오두막, 운교산방 lp and book stay
12 Nov – 10 Dis
Yi$1 337 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.