Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBatangas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Batangas
IiFlethi Zodade Ezintathu (Iyunithi 2) eBatangas City
14 Jan – 11 Feb
Yi$577 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Batangas
Mema Iflethi - 4th
27 Epr – 25 Mey
Yi$372 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Batangas
Mema Iflethi-1st. Kufuphi ne-SM Batangas City
27 Nov – 25 Dis
Yi$368 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Batangas
Indawo Epholileyo eBatangas City - Iyunithi 2I
28 Jul – 25 Aga
Yi$918 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBatangas

SM City Batangasbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Montemaria Batangasbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Mabinibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.