Iindawo Zokurenta Inyanga eBeech Forest

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Beech Forest
I-Beech Forest Cottage - itofotofo kwaye ikhululekile!
11 Aga – 8 Sep
Yi$3 886 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Forrest
Isitudiyo esihle segumbi lokulala elinye elinendawo yokubasa umlilo .
17 Epr – 15 Mey
Yi$3 429 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Apollo Bay
Indlu esemaphandleni engaselwandle
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 842 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Forrest
Indlu Esemaphandleni Yotywala
26 Nov – 24 Dis
Yi$3 956 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-353

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBeech Forest

Otway Fly Treetop Adventuresbayi 153 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Amathunjwa aseHopetounbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stevensons Fallsbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Otway NouriShedbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Redwoods Otwaysbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beauchamp Fallsbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.